Duka's Paragon

Duka's Paragon 0714325595 (whatsapp &Calls)
0785443706 (alternative number)

[email protected]

As promised, we're currently mowing the Rwantsini playground as a show of support for the young talent prioritizing foot...
13/05/2026

As promised, we're currently mowing the Rwantsini playground as a show of support for the young talent prioritizing football. We're doing this together, and it's bound to yield great results ⚽️.☘️🫡

Some befores and after ☘️❤️🔥  Paragon
13/05/2026

Some befores and after ☘️❤️🔥
Paragon

Umgqibelo umhla we 03/05/2026 ububukeka kanje eRwantsini🔥⚽️☘️🥹.  Sichulumancile luvuyo ngokungenelela kweelali ezifana n...
03/05/2026

Umgqibelo umhla we 03/05/2026 ububukeka kanje eRwantsini🔥⚽️☘️🥹. Sichulumancile luvuyo ngokungenelela kweelali ezifana ne Thafeni, Bomela kwakunye ne Gam Gam👣🔥🥹.Isibonisile loo nto uba sisaya kude nalemidlalo yethu, sikwanxusa ezinye zeelali ezi kufitshane nathi ukuba nazo mazisondele namakhwenkwana wazo kushubile 🔥⚽️🤝.

Sikwacela ooSomashishini basondele nabo qho ngemigqibelo, khonukuze bazohlutha abantu !! 🍟🧁 🍰 🍇🍭.

Bahlali bezilali zidlala nathi sicela nani nize nizobukela abantwana benu🥺❤️, nizobaxhasa ingakumbi iTyeks, iyathanda ukudinga nomntu lo uzawbamela🤝❤️. Nakwi Bomela siyacela niboleke abantwana iKit epheleleyo njengee Team zonke.

iFinal ye Under 15 ithathwe yi Bomela FC, ibhexesha iThafeni ngo 1:0 ebaleni.👣⚽️🔥❤️

Mbhashe Local Municipality
Following
゚viralシ
Penny Ntuli

01/05/2026

Kushubile iParagons bezibeke down 🔥☘️❤️
SB Mowing
Following
REACT

🤍
13/04/2026

🤍

05/02/2026

Thank you Tyekelebende School for featuring the Paragon ❤️☘️🪼

05/02/2026

Shareholder ibithwasile 🥹🤣🤟
Simamkele Likhanyise Mgca
SB Mowing our inspiration ❤️☘️

Iinkabi 🙏❤️☘️
14/11/2025

Iinkabi 🙏❤️☘️

14/10/2025

Wena nogayoyo 🙄, uyawaphetheni?

Forward we move 🙏❤️. Although the Registration process seems to be a bit challenging 😥 💔
08/07/2025

Forward we move 🙏❤️. Although the Registration process seems to be a bit challenging 😥 💔

Address

Rwantsini Location
Idutywa
5000

Telephone

+27714325595

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Duka's Paragon posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share