MaBhedla Herbal Medicine

MaBhedla Herbal Medicine Mabhedla's products may give you a way out

15/05/2026

Into endiyaziyo mna igeza libalinye voh emzini
ne gqirha ngokunjalo nalo libalinye voh le into yenzeka apha phandle andiyazi

15/05/2026

jonga mntase sukuthi xa uThixo esakwenze I bread 🍞 winner kowenu okomzuzwana ugezele I family yakho be careful andifuni kunaba mandiyiyeke inje kodwa mna ndithi kuwe s**a kulo kona umikuyo

15/05/2026

camagwini
khake niziqhelise uku normalized kanje ebantwaneni benu ukuze bakhuseleke ezikolweni kwimimoya emibi ndilandele kwi comment

15/05/2026

camagwini emakhosini
yanthanda uMabhedla niyeva
mabaphile abantu

17/03/2026

Linesibindi ke igqwirha elithandazayo kuba alincami lincama ngokuthi nawe uyathakatha kuba lingade likufumane makhe siwa nyonyozeleni

25/10/2025

Thokozani👏👏bantwana bokugula

26/08/2025

Camagwini bantwana bokugula

Khake nindincede nohlukane nokuncedisa iThongo ngeSthwalo please
Amanzi ne Parafini azidibani khuthalela ukuphahla unyuke intaba Camagu🙏

Address

Umtata Mouth

Telephone

+27734825489

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when MaBhedla Herbal Medicine posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share