Sange P Twinkle

Sange P Twinkle Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Sange P Twinkle, AIDS Resource Center, Cape Town.

03/02/2026

hey y'all i am sange ‚ please guys follow me i follow you back .🤍

18/11/2025

With Lungisani Mkhize – I just got recognized as one of their rising fans! 🎉

"mandike ndibhaze lendoda  soze klo ibindithembisile"
18/11/2025

"mandike ndibhaze lendoda soze klo ibindithembisile"

18/11/2025

🫵❤️‍🩹

Send a message to learn more

13/11/2025

kungonyaka ka 2022 ndisenza ibanga lam leshumi elinesibini apho kwakunzima khona ukubhatala imfuneko zesikolo ! kwakungekho namnye umntu owayendinceda yayindim ndodwa umntu owayesokola kanjeyana eskolweni umama wam yena wandishiya no makazi wam wahamba wayokuhlalisana nekrexe egoli , intliziyo yam yayibhuhlungu kulonyaka ndingazi nokuba ndithini kodwa abangani bam bandicebisa ukuba mandinyamezele mhla ndababalisela ibali lam ,ngonyaka ka 2023 ngo January mhla kuphuma iziphumo zaphuma nezam zisithi ndiya bachelor ene distinction eziyi 6 ndavuya kusongena lo message .

pls follow me.🙏🏿

NDIZOQHUBEKA NDIBHALE AMABALI NGAM.

13/11/2025

molweni bethuna ndicela nindi follower .🙏🏿

07/11/2025

hey guys pls follow me.❤️‍🩹

Address

Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Sange P Twinkle posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share