Plam Funeral Services

Plam Funeral Services Aba kwa Plam Funeral Services luhlobo olutsha lwe khaya labangcwabi.

Sikunikeza iinqubo zale mihla eziseqophelweni oluphezulu zoku fihla xa ulahlekelwe sisihlobo okanye isizalwane sakho.

07/07/2021

ABAHLANGULI NGEXESHA LOKU LAHLEKELWA***
Call 083 982 8999 /073 839 3981/
***UMGAQO KA MASINGCWABANE**

1. Umntu wonke ujoina nge R150 nokuba uneminyaka emingaphi aze abhatale R150 inyanga zonke
2. Ubulungu bakho buthatha inyanga ezine emva kwenyanga ezine sikunika iservice nemali eyi R5000 noncedo lokuqala oluyi R600. Onke amalungu aphantsi kwakho afumana ezi benefits:
3. Abantwana 0-14 years R1500 cover
4. Abantwana 15-21 years R2000 cover
5. Amatye wamangcwaba sinawo kwaye ayafikeleleka.

***WE OFFER DIGNIFIED SERVICES ***

1. Xa umzimba emgazulala kuthi sikunika R8000
2. Xa umntu esuka komnye umbutho ufika abelilungu apha ngo January to March.
3. Imfanelo siye sizikhuphe ngolwesithsthu noba uzangcwaba ngolwesingaphi.
4. Xa ilungu lethu lehlelwe sisehlo silinika uncedo lokuqala oluyi R600, silinike imali R5000, sikhuphe i-taxi yokunxibisa umzimba ,ibeyi ntente nezitulo eziyi 200 , ibeyi system ibezi Decoratons , ibeyi programme , ibeyi bookisi eyi casket kwaye singumzi wakwa PLAM FUNERAL SERVICE sizimisele ukusa inkonzo ezisemgangathweni kumalungu ethu.
5. Nemibùtho yase zilalini siyayingcwabela ngodidi olufanelekileyo ngenkqubo yalemihla singumzi wabangcwabi wakwaPLUM FUNERAL SERVICE ozinze eMqanduli.
5.1 Xa ufuna iinkcukacha qhakamshelana nomzi wakwa PLUM FUNERAL SERVICE KWEZINOMBOLO
073 839 3981/ 083 9828999
Naku whatsapp sikhona.

07/07/2021
07/07/2021

Welcome to Plam Funeral Services! Don't forget to like and follow us so you can stay up to date on all our offers. Thanks for visiting Plam Funeral Services and we hope to see you soon!

Address

Mqanduli
5080

Telephone

+27635011938

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Plam Funeral Services posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Practice

Send a message to Plam Funeral Services:

Share