ThickFit-Miseh

ThickFit-Miseh Consistency is Key. Don't quit, Rest and keep going💪❤️✌️🏋️‍♀️

Ow bafazi nithanda ningathandi nizondibuka 🥴🥴🥴🥴matsana…Ndicela ubuza zigora zam umntu uyayisela pre workout noba kwi Res...
12/06/2026

Ow bafazi nithanda ningathandi nizondibuka 🥴🥴🥴🥴matsana…

Ndicela ubuza zigora zam umntu uyayisela pre workout noba kwi Rest day 🤣🤣🥹🤭ningalwi ngumbuzo for umhlobam 🥴

Yizani zigora zam 🤭khesive mna ngu 3 no 7 ayijajani plzzz 🤭🤣
12/06/2026

Yizani zigora zam 🤭khesive mna ngu 3 no 7 ayijajani plzzz 🤭🤣

🤭😘✌️
12/06/2026

🤭😘✌️

Akhokwanto entle kodwa ke sizamile 🦍🏋️‍♀️🔐Ow bendiwukhumbulile ke khona lomlenze kaloku xa ugyma nezipatana zikunxinxa n...
11/06/2026

Akhokwanto entle kodwa ke sizamile 🦍🏋️‍♀️🔐
Ow bendiwukhumbulile ke khona lomlenze kaloku xa ugyma nezipatana zikunxinxa nge upper body oko 🥹🤭

11/06/2026

Leg day 🦵 🦍🏋️‍♀️🔐

Iyavakala moc makhehla Ayihloniphane lapho kwezo inbox bafana bam hambano pump ama biceps nilibale nge love nofunukwazan...
11/06/2026

Iyavakala moc makhehla Ayihloniphane lapho kwezo inbox bafana bam hambano pump ama biceps nilibale nge love nofunukwazana nam kula inbox 🤭☺️✌️

Bafazi ndiyathemba senipakishile ibag zegyma ma afternoon gang ⏰ 💪
Noma Miseh Nteyi

Mna ndodwa ndizibona ndisisgora eye muscle izolandela bafana bam 🤣🤣🤭ningandilwisi ☺️Chest & Arm Done ✔️
10/06/2026

Mna ndodwa ndizibona ndisisgora eye muscle izolandela bafana bam 🤣🤣🤭ningandilwisi ☺️
Chest & Arm Done ✔️

10/06/2026

Besisenza chest kematsana qha andiphumi egymin ndingatsalangapha 🤣🤣🤭Hourglass ncaaah kuShishi 🏋️‍♀️🦍🔐

Ow ningayincami bafazi pakishani pakishani ezo gym bags matsana ixesha loya egymin lisondele siyobangamazambane agymiley...
10/06/2026

Ow ningayincami bafazi pakishani pakishani ezo gym bags matsana ixesha loya egymin lisondele siyobangamazambane agymileyo 🥴🥰

🦍🔐🥴
10/06/2026

🦍🔐🥴

Address

Port Elizabeth Sp

Telephone

+27734076399

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when ThickFit-Miseh posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Practice

Send a message to ThickFit-Miseh:

Share