Call Directions Website

trufm 89.3-107.8FM

A platform to air our views, pick some brains, make suggestions, and of course show love to our favourite station trufm

Like No One Else....
(403)

Wednesday's are ladies night and these are the musical ladies we hand picked to serenade you this evening...Which one of...
28/10/2026

Wednesday's are ladies night and these are the musical ladies we hand picked to serenade you this evening...Which one of these is your favorite tonight?

1.Whitney Houston-One Moment in Time(Live)
2.Celine Dion-All By Myself(Live)
3.Mariah Carey-Always Be My Baby(Live)


☎️086 000 2375
📲072 999 8092

28/10/2026




Molo Bhut'Mayor nabalandeli bakho.

Bhuti Ndibhala ndibuhlungu ngoba ndibona kuzofa abantu endibathandayo umhlambi nam ndoba kwelo qela. Bhuti into ikanje, sisandoswelekelwa nguBhuti wethu omdala obe neshishini lakhe locheba ingca kwaye belilikhulu. Ebengachebi ezindwlini qha ebekhe abizwe nakumasipala achebe apha ezindleleni iFreeways kanje kwaye ke futhi eqeshile abantu abaphangela phantsi kwakhe. Wagula ubhuti sazama silusapho de wabe kanti usutywa kukufa. Ubhuti uyimoshe ngobhubha engabhalanga uba izinto zakhe uba zabiwe njani. uBhuti ebengenabantwana kwaye engatshatanga. Ndingomncinci mna ndinobhuti bam ababini abaza emveni kwakhe ibendi ndiyintombi ndodwa , kwaye sishiyeke noMama qha. We had a meeting as usapho and I suggested that we sell the equipment, indlu ka bhuti and give the money to uMama abone angenza njani aphekhayeni kodwa kuyacaca oBhuti bam abashiyekileyo uba they had other plans ngoba they don't want that, bathi let's continue with the business and they both wanna take over the business and lead, plus they both wanna move into the house uBhuti left. Ndithetha ngabantu ebebengabonakali ngathi bane njongo zophangela oko babehleli njee bengafundi bengaphangeli. Umntu obephangela nguBhuti omdala nam ndiqale kulonyaka besincedisana ke ukuhoya aphe ekhaya kunye noMama. Ewe nam bendijonge kuye uBhuti omdala ndisafunda noMama phambi kokuba umama ahlale phantsi 3years ago. Ndiyababona aba bayaxhwithana and see this business as their way of getting rich phofu bengazi nix about running a business kuba ubhuti ebencedwa kwa ndim with admin sometimes. Ithwani into yelifa elingabiwanga and ube ubona kukho abantu abafuna uliBhubhudla. Ndiyacela bhuti kuba elihlobo balibanga ngalo ndinoloyiko loba bazokwenzelana amayelenqe aba kodwa bazalwa ngabantu abanye.
☎️086 000 2375
📲 072 999 8092

Namhlanje sindwendwelwe yi Heavenly Soldiers Prayer Warriors. Ungasilinda pha kwabaseKorinte bokuqala 4:20 “Kaloku ulawu...
28/10/2026

Namhlanje sindwendwelwe yi Heavenly Soldiers Prayer Warriors. Ungasilinda pha kwabaseKorinte bokuqala 4:20 “Kaloku ulawulo lukaThixo alungabuciko, lungamandla kaMoya.”
Kulapho iintente sozimisa khona namhlanje.

Ungangena ungqine elizwini ku 086 000 2375 okanye uthumele ivoicenote ku 072 999 8092.

Ungaphoswa ngumthandazo...
28/10/2026

Ungaphoswa ngumthandazo...

Siya emadolweni siyothetha noThixo...

Wamkelekile kuKholosa Ngaye no Tabita Busani Ntiyane. Namhlanje ke uyayazi yimini yeMvuselelo, uyilinde ngantoni phi lem...
28/10/2026

Wamkelekile kuKholosa Ngaye no Tabita Busani Ntiyane. Namhlanje ke uyayazi yimini yeMvuselelo, uyilinde ngantoni phi lemvuselelo yanamhlanje wena?

Calls: 086 000 2375
WhatsApp: 072 999 8092

28/10/2026

DID YOU KNOW: What was the "Atlas Chetaah" and where was it created?

Comment below ✍🏾
Call the studio: 086 000 2375 ☎️
WhatsApp: 072 999 8092 📲

28/10/2026

What have you always wanted to do but are too scared to pursue and why?

Call us on 086 000 2375 ☎️
Send a VN to 072 999 8092🤳🏾
Commenting below ✍🏾

AN APPLE A DAY: Today, we are talking about HEALTHY BOWEL MOVEMENT with our health expert Dr Bayeni 👨🏾‍⚕️🏥What does a he...
28/10/2026

AN APPLE A DAY: Today, we are talking about HEALTHY BOWEL MOVEMENT with our health expert Dr Bayeni 👨🏾‍⚕️🏥

What does a healthy bowel movement actually look like in a regular person? And is it true that you must have a bowel movement at least once a day to be considered healthy?

28/10/2026

IYAQALA UKWENZEKA: Tell us something that you found fascinating in your life these past few days.

Whether you saw it live, saw it on social media, on TV or even on the news.

Comment below ✍🏾
Call us in studio on 086 000 2375 ☎️
Send a VN to 072 999 8092🤳🏾

Welcome to   📻🔥 Let’s take you home   🚗
28/10/2026

Welcome to 📻🔥 Let’s take you home 🚗

Address

SABC Eastern Cape, Conyngham Road
Port Elizabeth
6001

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when trufm posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Nearby clinics